Uezra 10:30-33 Ibhayibhile (XHO96)

30. Kwinzala kaPahati-mowabhi nguAdena noKelali noBhenaya noMaseya noMataniya noBhezaleli noBhinuwi noManase.

31. Kwinzala kaHiram nguElizere noIshiya noMalekiya noShemaya noSimon

32. noBhenjamin noMaluki noShemariya.

33. Kwinzala kaHashum nguMatenayi noMatata noZabhadi noElifelete noJeremayi noManase noShimeyi.

Uezra 10