Uezra 10:18 Ibhayibhile (XHO96)

Kwinzala yababingeleli naba abathathe abafazi abaziintlanga:Kwinzala kaYeshuwa kaYozadaki nabantakwabo nguMaseya noElezere noYaribhi noGedaliya.

Uezra 10

Uezra 10:10-23