Uezra 1:7 Ibhayibhile (XHO96)

Kananjalo ke ukumkani uKoreshi wayikhupha impahla eyayisetyenziswa endlwini kaNdikhoyo, leyo yayithinjwe nguNebhukadenezare eJerusalem waza wayibeka endlwini yothixo wakhe.

Uezra 1

Uezra 1:3-11