Uestere 8:2 Ibhayibhile (XHO96)

Ukumkani wawukhulula emnweni wakhe umsesane wakhe wokunyathelisa, lowo wayebuye wawohlutha kuHaman, waza wawunika uModekayi. Ke uEstere wawunikezela kuModekayi umzi kaHaman.

Uestere 8

Uestere 8:1-3