Uestere 7:7 Ibhayibhile (XHO96)

Ukumkani wathi thwasu enomsindo, waphuma kwelo theko lewayini, wee gwiqi waya kutshona kumyezo wasebhotwe. Kambe ke uHaman waqonda ukuba ukumkani selenesigqibo ngesiphelo sakhe, ngoko ke yena wasala ecengana nokumkanikazi uEstere ngenxa yobomi bakhe.

Uestere 7

Uestere 7:2-10