Ke izicaka zikakumkani ezazilapho esangweni zabuza uModekayi zathi: “Ngani ukuba wena ungawuthobeli umyalelo kakumkani?”