Uestere 3:1 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku emva kwezo ziganeko ukumkani uAsuwerosi wawonga uHaman unyana kaHamedata um-Agagi, wamphakamisa wamnika esona sihlalo siphezulu kunazo zonke ezinye izikhulu.

Uestere 3

Uestere 3:1-9