Ke ngalo nyaka wakhe wokuqala elawula mna Daniyeli ndandicamngca ngale ndawo kwizibhalo ezingcwele ngokomlomo *kaNdikhoyo *kumshumayeli uJeremiya ethetha ngeminyaka emashumi asixhenxe ekufuneka iJerusalem ihlale iphanzisiwe.