Udaniyeli 9:14 Ibhayibhile (XHO96)

Ke uNdikhoyo wayehleli ethe qwa, waza wasihlisela le ntlekele, kuba yena Ndikhoyo uThixo wethu ulilungisa kuko konke akwenzayo, sabe ke thina singaliphulaphulanga ilizwi lakhe.

Udaniyeli 9

Udaniyeli 9:13-19