Udaniyeli 7:6 Ibhayibhile (XHO96)

“Emva koko, ndisabukele njalo, kwathi gqi elinye elalifana nengwe. Kambe ke lalinamaphiko amane angathi ngawentaka, kananjalo lineentloko ezine. Lanikwa amagunya okulawula.

Udaniyeli 7

Udaniyeli 7:1-10