Udaniyeli 7:24 Ibhayibhile (XHO96)

Ezo mpondo zilishumi ke zithetha ookumkani abalishumi abaya kuvela kuloo mbuso. Kananjalo emva kwabo kuya kuvela omnye ukumkani owahlukileyo kwabo bamanduleleyo. Ke yena uya kuboyisa ookumkani abathathu.

Udaniyeli 7

Udaniyeli 7:23-28