Udaniyeli 7:19 Ibhayibhile (XHO96)

“Kananjalo ke ndafuna ukuqonda ngeli rhamncwa lesine, elo lalingafani namanye – laa ngwanyalala yoyikekayo, le yayitsho ngamazinyo entsimbi neenzipho zobhedu, eyayiwakroboza iwathi nqwam-nqwam amaxhoba, isuke iwanyhashe ngeenyawo amasalela.

Udaniyeli 7

Udaniyeli 7:10-24