Udaniyeli 7:10 Ibhayibhile (XHO96)

Kwakumpompoza umlambo ongumlilo,unkcenkceza uphuma apho kuso.Ewe, iNyange eli laliphahlwe ngamawaka-waka,kuzizigidi ngezigidi zimi phambi kwalo.Yaqalisa ke inkundla,zaza zavulwa iincwadi.

Udaniyeli 7

Udaniyeli 7:3-18