Udaniyeli 6:5 Ibhayibhile (XHO96)

Athethana ke ngoku la madoda athi: “Hayi, bafondini, soze sizuze mhlaba wakummangalela lo Daniyeli ngaphandle kokuba kube malunga nokumthobela kwakhe uThixo wakhe.”

Udaniyeli 6

Udaniyeli 6:1-13