Udaniyeli 6:23 Ibhayibhile (XHO96)

Wavuya gqitha ke ukumkani, waza wayalela ukuba uDaniyeli akhutshwe apho emngxunyeni. Akukhutshwa ke wafumaniseka engenawo nomkrwelo lo, kuba kaloku yena wayekholose ngoThixo wakhe.

Udaniyeli 6

Udaniyeli 6:20-28