Udaniyeli 6:20 Ibhayibhile (XHO96)

Akusondela kuwo ke wakhwaza engxunguphele, wathi: “Daniyeli! Daniyeli! Sicaka soThixo ophilayo! Ube nako na ukukuhlangula kwezo ngonyama uThixo wakho omnqula ngentembeko maxa onke?”

Udaniyeli 6

Udaniyeli 6:14-21