Udaniyeli 6:2 Ibhayibhile (XHO96)

Phezu kwazo ke watyumba abongameli abathathu, waza ke uDaniyeli wangomnye wabo. Abongameli aba ke babesenzelwa ingxelo zezi rhuluneli, khon' ukuze ukumkani angalahlekelwa.

Udaniyeli 6

Udaniyeli 6:1-10