Udaniyeli 6:17 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku umngxuma lowo wavalwa ngelitye, waza ukumkani walitywina ngomsesane wakhe nangaleyo yezikhulu zakhe, khon' ukuze imeko kaDaniyeli ingabi nakuguqulwa.

Udaniyeli 6

Udaniyeli 6:7-20