Udaniyeli 5:3 Ibhayibhile (XHO96)

Ngenene ke zeziswa ezo zitya zegolide ezazithinjwe endlwini kaThixo eJerusalem, wasela ngazo ukumkani nezikhulu zakhe, ndawonye namakhosikazi akhe kunye namaqadi akhe.

Udaniyeli 5

Udaniyeli 5:1-5