Udaniyeli 5:29 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoko nangoko ke ukumkani uBhelshazare wayalela ukuba uDaniyeli anxitywe umnweba omsobo, athiwe gatya umxokelelwana wegolide entanyeni. Waza ke wammisela wangowesithathu kubalawuli bobukumkani.

Udaniyeli 5

Udaniyeli 5:19-31