Udaniyeli 5:20 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa ke wathi akuthiwa lwale likratshi, yaqaqadeka intliziyo yakhe kukuzidla, suka wakhiqwa wahlukana nesihlalo sakhe sobukhosi, bahluthwa nobungangamsha bakhe.

Udaniyeli 5

Udaniyeli 5:10-26