Udaniyeli 4:30 Ibhayibhile (XHO96)

wasuka wathi: “Hayi ukuba sikhulu kwaso esi sixeko esiyiBhabheli! Ndim kaloku owasakhayo ngamandla am amakhulu. Ndasenza ikomkhulu lam ukuze siphuhlise isihomo nesithozela sam.”

Udaniyeli 4

Udaniyeli 4:25-33