Udaniyeli 2:6 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa ke ukuba niyandichazela iphupha elo kunye nentsingiselo yalo, ndiya kuninika umvuzo kunye nezipho, ndinithi jize ngewonga elikhulu. Ngoko ke ndichazeleni eli phupha kunye nento eliyithethayo.”

Udaniyeli 2

Udaniyeli 2:5-15