Udaniyeli 2:47 Ibhayibhile (XHO96)

Wabhekisa kuDaniyeli wathi: “Ngenene uThixo wakho nguThixo woothixo, iNkosi yezikumkani, umtyhili weemfihlakalo, kuba wena ube nako ukuyityhila le mfihlakalo.”

Udaniyeli 2

Udaniyeli 2:42-49