Udaniyeli 2:43 Ibhayibhile (XHO96)

Kananjalo ubonile ukuba intsimbi yayixutywe nodongwe. Le ndawo ke ikwathetha ukuba baya kuzama ukumanyana ngokwendiselana, kodwa ke loo nto iya kufadalala kwanjengokuba intsimbi ingaxubeki nodongwe.

Udaniyeli 2

Udaniyeli 2:42-49