Udaniyeli 2:39 Ibhayibhile (XHO96)

Emva kwakho kuza kulandela omnye umbuso onganeno kulo wakho. Kananjalo emva kwawo kolandela owesithathu, owobhedu. Wona uya kulawula ihlabathi lonke jikelele.

Udaniyeli 2

Udaniyeli 2:37-42