Udaniyeli 2:30 Ibhayibhile (XHO96)

Ke mna le mfihlakalo andiyityhilelwanga kuba ndilumkile kunabo bonke abanye abantu, koko ndiyiboniswe khon' ukuze wena kumkani uyazi intsingiselo yephupha lakho, kananjalo uziqonde iingcamango ezifike engqondweni yakho.

Udaniyeli 2

Udaniyeli 2:24-39