Udaniyeli 2:26 Ibhayibhile (XHO96)

Ukumkani wabhekisa kuDaniyeli owayebizwa ngegama elinguBhelteshazare, wathi: “Uza kuba nako ukundixelela iphupha lam, utyhile nentsingiselo yalo?”

Udaniyeli 2

Udaniyeli 2:16-30