Udaniyeli 2:18 Ibhayibhile (XHO96)

waza wabanxusa ukuba bathandaze kuThixo osezulwini abenzele inceba malunga nale mfihlakalo, ukuze yena nabalingane bakhe bangabulawa kunye nezilumko zaseBhabheli.

Udaniyeli 2

Udaniyeli 2:11-28