Udaniyeli 2:14 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku uDaniyeli wamngena ngengqondo nangobulumko uAriyoki injengele yabalindi bakomkhulu, owayesiya kubulala zonke izilumko zaseBhabheli,

Udaniyeli 2

Udaniyeli 2:7-19