Udaniyeli 2:1 Ibhayibhile (XHO96)

Kunyaka wakhe wesibini elawula ukumkani uNebhukadenezare waba namaphupha awamtsho wakhathazeka, waphuthelwa, akabi nakulala.

Udaniyeli 2

Udaniyeli 2:1-2