Udaniyeli 12:6 Ibhayibhile (XHO96)

Enye ke yabuza kweso sithunywa sambethe ilinen, eso sasimi phezu kwamanzi omlambo, yathi: “Ngaba iya kuba lithuba elingakanani ukuze zifezekiswe ezi zinto zimangalisa kangaka?”

Udaniyeli 12

Udaniyeli 12:1-13