Udaniyeli 11:35 Ibhayibhile (XHO96)

Ezinye zezo zilumko ke ziya kukhubeka, kodwa ke loo nto iya kuba luvavanyo, khon' ukuze zihlambuluke, zingabi nasici, kude kube sisiphelo esiya kufika ngexesha elimisiweyo.

Udaniyeli 11

Udaniyeli 11:28-42