Udaniyeli 11:33 Ibhayibhile (XHO96)

Ke zona iinkokheli zabantu ezinobulumko ziya kululeka abantu abaninzi. Kambe ke okwethutyana zoba sisisulu sekrele, umlilo, ukuthinjwa, nokuphangwa.

Udaniyeli 11

Udaniyeli 11:30-34