Udaniyeli 11:13 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku ukumkani wasentla uya kubuya ahlanganise umkhosi othe nyi kunowakuqala, aze emva kweminyaka abuye nelo hlokondiba lomkhosi wakhe, exhob' ef' amacala.

Udaniyeli 11

Udaniyeli 11:3-19