Udaniyeli 10:20 Ibhayibhile (XHO96)

Waza wathi: “Uyayazi ngoku into endizise apha kuwe. Kodwa kusafuneka ndijike ndiye kulwa nesithunywa sombuso wasePeshiya. Ndakuba ndimkile kuya kuvela isithunywa sombuso wamaGrike.

Udaniyeli 10

Udaniyeli 10:10-21