Udaniyeli 10:16 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku umfo omfano ingathi yeyomntu wolula isandla, wachukumisa imilebe yam, ndaza ndawuvula umlomo wam ndathi kuye emi phambi kwam: “Mnumzana, lo mbono unditsho ndonganyelwa kukoyika; ndiphelelwe ngamandla.

Udaniyeli 10

Udaniyeli 10:9-21