Udaniyeli 10:12 Ibhayibhile (XHO96)

Yaqhuba ke yathi: “Sukoyika, Daniyeli. Kaloku uThixo wawuva kwamhla-mnene umthandazo wakho ngalaa mhla waqala ukuzithoba, ufuna ingcaciso. Ndilapha nje kungenxa yaloo mazwi akho.

Udaniyeli 10

Udaniyeli 10:10-13