Udaniyeli 10:1 Ibhayibhile (XHO96)

Kunyaka wesithathu uSirasi engukumkani wasePeshiya uDaniyeli okwabizwa ngokuba nguBhelteshazare watyhilelwa udaba oluthile. Olo daba luyinyani, kodwa kunzima ukululandela. Kambe ke waluchazelwa ngombono.

Udaniyeli 10

Udaniyeli 10:1-7