Udaniyeli 1:19 Ibhayibhile (XHO96)

Ke ukumkani wathi akuthetha nabo wafumana ukuba akukho namnye okumgangatho omnye noDaniyeli noHananiya noMishayeli noAzariya. Ngoko ke bona bangeniswa emsebenzini wakomkhulu.

Udaniyeli 1

Udaniyeli 1:13-21