Udaniyeli 1:10 Ibhayibhile (XHO96)

yona yathi kuye: “Ndiyayoyika inkosi yam ukumkani othe ngokwakhe wayalela ngento emaniyitye nemaniyisele. Ngoko ke, xa enokunifumana imbonakalo yenu ingekho kumgangatho omnye nabafana abaziintanga zenu, mna angandibulala.”

Udaniyeli 1

Udaniyeli 1:1-14