Nguwo lo umlomo kaNdikhoyo:“Kum nina maSirayeli anahlukanga nganto kumaKushe.Andithi kanene ndim lo wakhupha amaSirayeli eJiputa,amaFilistiya ndawakhulula kumaKretenamaSiriya eKire?