Uamos 9:13 Ibhayibhile (XHO96)

Ewe, nguwo lo umlomo kaNdikhoyo:“Kuza imihla ekuya kuthi kusavunwa kube sekulinywa kwakhona,kuthi isatyalwa imbewu yediliya kube sekuxovulwa.Ewe, iintaba ziya kuvuzisa incindi yeediliya,iinduli zitsho zinyibilike.

Uamos 9

Uamos 9:11-15