Baya kubhadula abantu, bebheka ngapha nangapha,bathi bengasentla babe bengasempumalanga,bezingela ilizwi likaNdikhoyo.Kambe ke abasayi kulifumana.