Amatheko enu aya kujika abe yinzila,iingoma zenu zibe sisililo.Niya kuzibhijela amarhonya nizile,iintloko zenu zibe nenkqayi.Kuya kuba ngathi ningumntu ozilele umntwana okuphela kwakhe.Loo mini yesiphelo iya kuba krakra.”