Uamos 3:4-8 Ibhayibhile (XHO96)

4. Kanene, ikhe igqume ehlathini ingonyama ingenalo ixhoba?Khona, ikhe irgargame ingonyama entsha esikhundleni sayo ingabambanga nto?

5. Yona intaka ikhe ingene kwisabatha apho kungabekwanga mgibe khona?Sona isigu khe sifane sibambise nje, kungekho nto ibanjiweyo?

6. Kanene, khe kubekho intlaba-mkhosi ingabothusi abantu esixekweni?Hee, khe kuvele ishwangusha esixekweni lingasuki kuNdikhoyo?

7. Ukanti ke yona iNkosi uNdikhoyo ayenzi nto ingathanga ilityhile icebo layo kwizicaka zayo *abashumayeli.

8. Yakugquma ingonyama, ngubani ongakhwankqiyo?Yakuthetha iNkosi uNdikhoyo, ngubani ongalayo ukushumayela?

Uamos 3