Iindwayi azinyhasha iintloko zibe luthuli,zona iimpula-kalujaca azitsho ziphume endleleni.Unyana noyise babolekisana ngenkazana enye,benyelisa igama lam elingcwele.