Utsho *uNdikhoyo ukuthi:“Nokuba amaMowabhi ayone izihlandlo zazithathungendingasirhoxisanga isohlwayo sam.Kambe ke suke agqithisa ngokona isihlandlo sesine.Kaloku wona awatshisa aluthuthu amathambo kakumkani wase-Edom.