Uamos 1:9 Ibhayibhile (XHO96)

Utsho *uNdikhoyo ukuthi:“Nokuba iTire yayone izihlandlo zazithathungendingasirhoxisanga isohlwayo sam.Kambe ke suke yagqithisa ngokona isihlandlo sesine.Kaloku bona bathimba isizwe siphela,basithengisa saba ngamakhoboka kwaEdom,suka bawutyeshela umnqophiso wobuzalwana.

Uamos 1

Uamos 1:8-12