Kodwa wona amaSirayeli, nangona ayesenza imigudu yokuba ngamalungisa ngokugcina umthetho, akaphumelelanga.